23 Yaye luluphi na olunye uhlanga emhlabeni olunjengabantu bakho amaSirayeli,+ awathi uThixo wazikhululela bona njengesizwana+ nawathi wazabela igama elilelakhe+ nokwenzela bona izinto ezinkulu nezoyikekayo+—wagxotha iintlanga noothixo bazo ngenxa yabantu bakho, abo wazikhululela bona+ eYiputa?