Eksodus 16:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwathi akuba uAron ethethile nendibano iphela yoonyana bakaSirayeli, bajika bajonga entlango, yaye, khangela! nabo ubuqaqawuli bukaYehova bubonakala efini.+ Eksodus 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ke ukubonakala kobuqaqawuli bukaYehova emehlweni oonyana bakaSirayeli kwaye kunjengomlilo odlayo+ encotsheni yentaba.
10 Kwathi akuba uAron ethethile nendibano iphela yoonyana bakaSirayeli, bajika bajonga entlango, yaye, khangela! nabo ubuqaqawuli bukaYehova bubonakala efini.+
17 Ke ukubonakala kobuqaqawuli bukaYehova emehlweni oonyana bakaSirayeli kwaye kunjengomlilo odlayo+ encotsheni yentaba.