Eksodus 32:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wathi akusondela enkampini waza walibona ithole lenkomo+ kwanemingqungqo, wavutha umsindo kaMoses, waza ngoko nangoko wawalahla amacwecwe awayesezandleni zakhe, wawaphula emazantsi entaba.+ Duteronomi 9:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndawathabatha amacwecwe omabini ndawalahla ngezandla zam zozibini, ndawaphula phambi kwamehlo enu.+
19 Wathi akusondela enkampini waza walibona ithole lenkomo+ kwanemingqungqo, wavutha umsindo kaMoses, waza ngoko nangoko wawalahla amacwecwe awayesezandleni zakhe, wawaphula emazantsi entaba.+
17 Ndawathabatha amacwecwe omabini ndawalahla ngezandla zam zozibini, ndawaphula phambi kwamehlo enu.+