IZenzo 7:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Nguye lowo+ waba phakathi kwebandla+ entlango kunye nengelosi+ eyathetha kuye eNtabeni yeSinayi kunye nookhokho bethu, yaye wamkela izibhengezo ezingcwele+ eziphilayo ukuze azinike nina. IZenzo 7:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 nina enamkela uMthetho njengoko wawudluliselwa ziingelosi+ kodwa anawugcina.”
38 Nguye lowo+ waba phakathi kwebandla+ entlango kunye nengelosi+ eyathetha kuye eNtabeni yeSinayi kunye nookhokho bethu, yaye wamkela izibhengezo ezingcwele+ eziphilayo ukuze azinike nina.