IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 22:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Kuba sikuphela kwesigubungelo elinaso.+ Siyingubo yokwaleka ulusu lwalo. Lolala ngantoni ke? Kothi xa lithe ladanduluka kum, ndive ngokuqinisekileyo, kuba ndinobabalo.+

  • Nehemiya 9:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Yaye ngobuninzi benceba yakho akuzange ubatshabalalise+ okanye ubashiye;+ kuba unguThixo onobabalo+ nenceba.+

  • INdumiso 86:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kodwa wena, Yehova, unguThixo onenceba nobabalo,+

      Ozeka kade umsindo+ nonobubele bothando obuninzi nenyaniso.+

  • Yona 4:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngenxa yoko wathandaza kuYehova wathi: “Awu, Yehova, ibingengomcimbi wam na lo, ngoxa bendisemhlabeni wakowethu? Kungenxa yoko le nto ndiye ndahamba phambili ndaza ndabaleka ndemka ndaya eTarshishe;+ kuba bendisazi ukuba unguThixo onobabalo nenceba,+ ozeka kade umsindo nonobubele bothando obuninzi,+ nozisolayo ngentlekele.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share