Yeremiya 32:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Lowo ubonakalisa ububele bothando kuwo amawaka,+ nobuyekeza isiphoso sooyise esifubeni soonyana babo emva kwabo,+ THIXO oyinyaniso, Lowo mkhulu,+ Lowo unamandla,+ ogama lakhe+ linguYehova wemikhosi,+ Daniyeli 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndathandaza kuYehova uThixo wam, ndavuma ndathi:+ “Awu Yehova THIXO oyinyaniso, Lowo mkhulu+ naLowo woyikekayo, ogcina umnqophiso+ nobubele bothando+ kwabo bamthandayo nabagcina imiyalelo yakhe,+
18 Lowo ubonakalisa ububele bothando kuwo amawaka,+ nobuyekeza isiphoso sooyise esifubeni soonyana babo emva kwabo,+ THIXO oyinyaniso, Lowo mkhulu,+ Lowo unamandla,+ ogama lakhe+ linguYehova wemikhosi,+
4 Ndathandaza kuYehova uThixo wam, ndavuma ndathi:+ “Awu Yehova THIXO oyinyaniso, Lowo mkhulu+ naLowo woyikekayo, ogcina umnqophiso+ nobubele bothando+ kwabo bamthandayo nabagcina imiyalelo yakhe,+