Eksodus 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+ Duteronomi 12:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Uze ke uzilinde, uwathobele onke la mazwi ndikuyalela wona,+ ukuze kulunge kuwe+ nakoonyana bakho emva kwakho kude kuse kwixesha elingenammiselo, ngokuba uya kuba wenze okulungileyo nokufanelekileyo emehlweni kaYehova uThixo+ wakho.
5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+
28 “Uze ke uzilinde, uwathobele onke la mazwi ndikuyalela wona,+ ukuze kulunge kuwe+ nakoonyana bakho emva kwakho kude kuse kwixesha elingenammiselo, ngokuba uya kuba wenze okulungileyo nokufanelekileyo emehlweni kaYehova uThixo+ wakho.