Eksodus 4:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Uze uthethe kuye, ubeke amazwi emlonyeni wakhe;+ mna ndoba nomlomo wakho nomlomo wakhe,+ ndinifundise oko niya kukwenza.+ Eksodus 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko wathi uYehova kuMoses: “Uyabona, ndikwenze uThixo kuFaro,+ yaye uAron umntakwenu woba ngumprofeti wakho.+
15 Uze uthethe kuye, ubeke amazwi emlonyeni wakhe;+ mna ndoba nomlomo wakho nomlomo wakhe,+ ndinifundise oko niya kukwenza.+
7 Ngoko wathi uYehova kuMoses: “Uyabona, ndikwenze uThixo kuFaro,+ yaye uAron umntakwenu woba ngumprofeti wakho.+