Eksodus 4:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 UMoses wamxelela uAron onke amazwi kaYehova, owayemthumile,+ nemiqondiso yonke awayemyalele ukuba ayenze.+ Eksodus 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko wathi uYehova kuMoses: “Uyabona, ndikwenze uThixo kuFaro,+ yaye uAron umntakwenu woba ngumprofeti wakho.+
28 UMoses wamxelela uAron onke amazwi kaYehova, owayemthumile,+ nemiqondiso yonke awayemyalele ukuba ayenze.+
7 Ngoko wathi uYehova kuMoses: “Uyabona, ndikwenze uThixo kuFaro,+ yaye uAron umntakwenu woba ngumprofeti wakho.+