IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 32:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Emva koko wajika uMoses waza wehla entabeni+ enamacwecwe omabini eSingqino+ esandleni sakhe, amacwecwe lawo ebhalwe macala omabini. Ebhalwe ngapha nangapha.

  • 2 Korinte 3:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuba nibonakaliswa niyincwadi kaKristu ebhalwe sithi njengabalungiseleli,+ engabhalwanga ngainki kodwa ngomoya+ kaThixo ophilayo, kungekhona kumacwecwe amatye,+ kodwa kumacwecwe enyama, ezintliziyweni.+

  • Hebhere 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Lalinesiqhumiso segolide+ netyeya yomnqophiso+ eyalekwe macala onke ngegolide,+ kukho kuyo ingqayi yegolide inemana+ kunye nentonga ka-Aron eyayimile amathupha+ kunye namacwecwe+ omnqophiso;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share