1 Kumkani 4:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 UThixo waqhubeka emnika uSolomon ubulumko+ nokuqonda+ ngomlinganiselo omkhulu kakhulu nobubanzi bentliziyo,+ njengentlabathi eselunxwemeni lolwandle.+ IMizekeliso 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba uYehova unika ubulumko;+ emlonyeni wakhe kuphuma ukwazi nokuqonda.+ 2 Petros 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngapha koko, wugqaleni umonde weNkosi yethu njengosindiso, kanye njengoko wanibhalelayo nomzalwana wethu oyintanda uPawulos ngokobulumko+ awabunikwayo,+
29 UThixo waqhubeka emnika uSolomon ubulumko+ nokuqonda+ ngomlinganiselo omkhulu kakhulu nobubanzi bentliziyo,+ njengentlabathi eselunxwemeni lolwandle.+
15 Ngapha koko, wugqaleni umonde weNkosi yethu njengosindiso, kanye njengoko wanibhalelayo nomzalwana wethu oyintanda uPawulos ngokobulumko+ awabunikwayo,+