IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 10:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ngoko uKumkani uSolomon wayemkhulu ngakumbi kunabo bonke abanye ookumkani bomhlaba ngobutyebi+ nobulumko.+

  • 2 Kronike 1:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ndinike ke ubulumko nolwazi+ ukuze ndiphume ndingene phambi kwesi sizwana,+ kuba ngubani onokugweba esi sizwana sakho sikhulu kangaka?”+

  • IMizekeliso 2:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kuba uYehova unika ubulumko;+ emlonyeni wakhe kuphuma ukwazi nokuqonda.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share