Eksodus 25:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Njengako konke endikubonisa kona okungumfanekiselo womnquba nomfanekiselo wempahla yawo yonke, yindlela leyo enowenza ngayo.+ Eksodus 39:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Wagqitywa ke wonke umsebenzi womnquba wentente yokuhlangana, kuba oonyana bakaSirayeli benza njengako konke uYehova awamyalela kona uMoses.+ Benza kanye njengoko. Hebhere 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yona kanye le ntente ingumzekeliso+ wexesha elimisiweyo elilapha ngoku,+ yaye ngokuvumelana nayo kunikelwa izipho nemibingelelo.+ Noko ke, zona ezi azikwazi kumenza agqibelele+ ngokuphathelele isazela sakhe+ umntu owenza inkonzo engcwele,
9 Njengako konke endikubonisa kona okungumfanekiselo womnquba nomfanekiselo wempahla yawo yonke, yindlela leyo enowenza ngayo.+
32 Wagqitywa ke wonke umsebenzi womnquba wentente yokuhlangana, kuba oonyana bakaSirayeli benza njengako konke uYehova awamyalela kona uMoses.+ Benza kanye njengoko.
9 Yona kanye le ntente ingumzekeliso+ wexesha elimisiweyo elilapha ngoku,+ yaye ngokuvumelana nayo kunikelwa izipho nemibingelelo.+ Noko ke, zona ezi azikwazi kumenza agqibelele+ ngokuphathelele isazela sakhe+ umntu owenza inkonzo engcwele,