Eksodus 31:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Uyabona, ndibize ngegama uBhetsaleli+ unyana kaUri, unyana kaHure wesizwe sakwaYuda.+ Eksodus 38:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UBhetsaleli+ unyana kaUri unyana kaHure wesizwe sakwaYuda wakwenza konke oko uYehova wamyalela kona uMoses.
22 UBhetsaleli+ unyana kaUri unyana kaHure wesizwe sakwaYuda wakwenza konke oko uYehova wamyalela kona uMoses.