1 Samuweli 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UEli ke wayemdala kakhulu, yaye wayekuvile+ konke oko oonyana bakhe babekwenza+ kuSirayeli wonke nokuba babeye balale nabafazi+ ababekhonza emnyangweni wentente yokuhlangana.+
22 UEli ke wayemdala kakhulu, yaye wayekuvile+ konke oko oonyana bakhe babekwenza+ kuSirayeli wonke nokuba babeye balale nabafazi+ ababekhonza emnyangweni wentente yokuhlangana.+