Numeri 22:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waza wothuka kakhulu uMowabhi ngaba bantu, ngokuba babebaninzi; yaye wagubha lunkwantyo uMowabhi ngenxa yoonyana bakaSirayeli.+ INdumiso 105:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wabenza baqhama kakhulu abantu bakhe,+Wabenza banamandla ngakumbi kuneentshaba zabo.+
3 Waza wothuka kakhulu uMowabhi ngaba bantu, ngokuba babebaninzi; yaye wagubha lunkwantyo uMowabhi ngenxa yoonyana bakaSirayeli.+