Eksodus 15:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngelo xesha ziya kuphazamiseka iinkosana zakwaEdom;Iingqwayingqwayi zakwaMowabhi, ziya kubanjwa kukungcangcazela.+Eneneni baya kutyhafa iintliziyo bonke abemi belakwaKanan.+ Duteronomi 2:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngale mini ndiya kuqala ukuzenza zinkwantye nguwe zize zikoyike izizwana eziphantsi kwamazulu onke, eziya kuyiva ingxelo engawe; yaye ngenene ziya kuphazamiseka, zibe neentlungu ezifana nezenimba ngenxa yakho.’+
15 Ngelo xesha ziya kuphazamiseka iinkosana zakwaEdom;Iingqwayingqwayi zakwaMowabhi, ziya kubanjwa kukungcangcazela.+Eneneni baya kutyhafa iintliziyo bonke abemi belakwaKanan.+
25 Ngale mini ndiya kuqala ukuzenza zinkwantye nguwe zize zikoyike izizwana eziphantsi kwamazulu onke, eziya kuyiva ingxelo engawe; yaye ngenene ziya kuphazamiseka, zibe neentlungu ezifana nezenimba ngenxa yakho.’+