1 Kumkani 18:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko uEliya wathabatha amatye alishumi elinesibini, ngokwenani lezizwe zoonyana bakaYakobi, elalifike kubo ilizwi likaYehova,+ lisithi: “Igama lakho liya kuba nguSirayeli.”+
31 Ngoko uEliya wathabatha amatye alishumi elinesibini, ngokwenani lezizwe zoonyana bakaYakobi, elalifike kubo ilizwi likaYehova,+ lisithi: “Igama lakho liya kuba nguSirayeli.”+