-
Levitikus 8:30INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
30 Emva koko uMoses wathabatha intwana yeoli yokuthambisa+ nentwana yegazi elaliphezu kwesibingelelo waza watshiza ngalo uAron nezambatho zakhe noonyana bakhe nezambatho zoonyana bakhe abakunye naye. Ngaloo ndlela wamngcwalisa+ uAron nezambatho zakhe noonyana bakhe nezambatho zoonyana bakhe+ abakunye naye.
-