Numeri 25:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye umele ube ngumnqophiso wobubingeleli bexesha elingenammiselo kuye nakwinzala yakhe emva kwakhe,+ ngenxa yokuba engalunyamezelanga usukuzwano nxamnye noThixo wakhe+ waza wabacamagushela oonyana bakaSirayeli.’”+ Hebhere 7:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ukuba ke, ngokwenene ububingeleli bobuLevi+ bebuzisa ingqibelelo,+ (njengoko bebubalaselisa uMthetho,)+ bekusafuneka+ ngantoni na ukuba kuvele omnye umbingeleli ngokohlobo lukaMelkitsedeki,+ kungekhona ngokohlobo luka-Aron? Hebhere 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngapha koko, ababingeleli abaninzi babemiselwa ngokulandelelana+ kuba babesifa+ baze bangabi nako ukuqhubeka bengababingeleli,
13 Yaye umele ube ngumnqophiso wobubingeleli bexesha elingenammiselo kuye nakwinzala yakhe emva kwakhe,+ ngenxa yokuba engalunyamezelanga usukuzwano nxamnye noThixo wakhe+ waza wabacamagushela oonyana bakaSirayeli.’”+
11 Ukuba ke, ngokwenene ububingeleli bobuLevi+ bebuzisa ingqibelelo,+ (njengoko bebubalaselisa uMthetho,)+ bekusafuneka+ ngantoni na ukuba kuvele omnye umbingeleli ngokohlobo lukaMelkitsedeki,+ kungekhona ngokohlobo luka-Aron?
23 Ngapha koko, ababingeleli abaninzi babemiselwa ngokulandelelana+ kuba babesifa+ baze bangabi nako ukuqhubeka bengababingeleli,