IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 16:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+

  • Numeri 9:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngomhla wokumiswa komnquba+ ilifu lawugubungela umnquba wentente yeSingqino,+ ngokuhlwa lalisiba njengembonakalo yomlilo+ phezu komnquba kude kuse.

  • Numeri 16:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Kwathi ekuhlanganisaneni ndawonye kwendibano nxamnye noMoses noAron, bakhangela ententeni yokuhlangana; yaye, khangela! nalo ilifu liyigubungele, kwabonakala ubuqaqawuli bukaYehova.+

  • 1 Kumkani 8:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kwathi xa ababingeleli bephuma kwindawo engcwele, ilifu+ lazalisa indlu kaYehova.

  • ISityhilelo 15:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Nengcwele yazaliswa ngumsi ngenxa yozuko lukaThixo+ nangenxa yamandla akhe, yaye akukho bani wakwaziyo ukungena engcweleni zada zaphela izibetho+ ezisixhenxe zeengelosi ezisixhenxe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share