Eksodus 40:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Landula ilifu+ layigubungela intente yokuhlangana, bathi nobuqaqawuli bukaYehova bawuzalisa umnquba. 1 Kumkani 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwaye ababingeleli+ abazange bakwazi ukuma ukuze balungiselele+ ngenxa yelifu, kuba ubuqaqawuli+ bukaYehova bazalisa indlu kaYehova.+ Isaya 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaye zashukuma iihenjisi+ zemibundu yeminyango ngenxa yelizwi laleyo yayimemeza, nendlu ngokuthe ngcembe yazaliswa ngumsi.+ Hezekile 44:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoku ke yandisa ngendlela yesango lasemntla phambi kweNdlu, ukuze ndibone, yaye, khangela! ubuqaqawuli bukaYehova babuzalise indlu kaYehova.+ Ndaza ke ndawa ngobuso.+
34 Landula ilifu+ layigubungela intente yokuhlangana, bathi nobuqaqawuli bukaYehova bawuzalisa umnquba.
11 Kwaye ababingeleli+ abazange bakwazi ukuma ukuze balungiselele+ ngenxa yelifu, kuba ubuqaqawuli+ bukaYehova bazalisa indlu kaYehova.+
4 Kwaye zashukuma iihenjisi+ zemibundu yeminyango ngenxa yelizwi laleyo yayimemeza, nendlu ngokuthe ngcembe yazaliswa ngumsi.+
4 Ngoku ke yandisa ngendlela yesango lasemntla phambi kweNdlu, ukuze ndibone, yaye, khangela! ubuqaqawuli bukaYehova babuzalise indlu kaYehova.+ Ndaza ke ndawa ngobuso.+