Genesis 47:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngaloo ndlela uYosefu wabahlalisa waza wabanika ilifa uyise nabantakwabo ezweni laseYiputa, kweyona ndawo intle yelizwe, ezweni laseRameses,+ kanye njengoko wayeyalele uFaro.
11 Ngaloo ndlela uYosefu wabahlalisa waza wabanika ilifa uyise nabantakwabo ezweni laseYiputa, kweyona ndawo intle yelizwe, ezweni laseRameses,+ kanye njengoko wayeyalele uFaro.