IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 10:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 nokuze wena uvakalise ezindlebeni zonyana wakho nezonyana wonyana wakho indlela endiqhubene ngokuqatha ngayo namaYiputa, nemiqondiso yam endiwamisele yona;+ yaye niya kwazi ngokuqinisekileyo ukuba ndinguYehova.”+

  • INdumiso 83:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+

      Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+

  • Luka 11:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngoko wathi kubo: “Xa sukuba nithandaza,+ yithini, ‘Bawo, malingcwaliswe igama lakho.+ Ubukumkani bakho mabufike.+

  • Yohane 12:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Bawo, lizukise igama lakho.” Ngoko ke kwaphuma ilizwi+ ezulwini lisithi: “Ndilizukisile yaye ndiza kulizukisa kwakhona.”+

  • IZenzo 15:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 USimiyon+ ubalise ngokucokisekileyo indlela uThixo okwesihlandlo sokuqala awayiphethulela ngayo ingqalelo yakhe ezintlangeni ukuba kuzo athabathe isizwana segama lakhe.+

  • ISityhilelo 15:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Bavuma ingoma kaMoses+ ikhoboka likaThixo nengoma yeMvana,+ besithi:

      “Mikhulu kwaye iyamangalisa imisebenzi yakho,+ Yehova, Thixo Somandla.+ Zibubulungisa yaye ziyinyaniso iindlela zakho,+ Kumkani kanaphakade.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share