Duteronomi 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa nina unithabathile uYehova, wanikhupha kwiziko lentsimbi,+ eYiputa, ukuba nibe sisizwana sakhe+ ngokukhethekileyo njengoko ninjalo namhla.
20 Kodwa nina unithabathile uYehova, wanikhupha kwiziko lentsimbi,+ eYiputa, ukuba nibe sisizwana sakhe+ ngokukhethekileyo njengoko ninjalo namhla.