Eksodus 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+ Duteronomi 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ndamkhunga+ ke uYehova ndathi, ‘Owu Nkosi enguMongami Yehova, musa ukubonakalisa abantu bakho, abayinqobo kuwe,+ obakhululeyo ngobukhulu bakho, wabakhupha eYiputa+ ngesandla esomeleleyo.+ 1 Kumkani 8:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 Kuba wena ngokwakho wabahlula njengelifa lakho kuzo zonke izizwana zomhlaba,+ kanye njengoko wathethayo ngoMoses+ umkhonzi wakho xa wawukhupha ookhokho bethu eYiputa, Owu Nkosi enguMongami Yehova.” INdumiso 135:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba uYa uzinyulele uYakobi kanye,+USirayeli ukuba abe yinqobo kuye.+
5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+
26 Ndamkhunga+ ke uYehova ndathi, ‘Owu Nkosi enguMongami Yehova, musa ukubonakalisa abantu bakho, abayinqobo kuwe,+ obakhululeyo ngobukhulu bakho, wabakhupha eYiputa+ ngesandla esomeleleyo.+
53 Kuba wena ngokwakho wabahlula njengelifa lakho kuzo zonke izizwana zomhlaba,+ kanye njengoko wathethayo ngoMoses+ umkhonzi wakho xa wawukhupha ookhokho bethu eYiputa, Owu Nkosi enguMongami Yehova.”