IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 15:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngolo suku uYehova wenza umnqophiso noAbram,+ esithi: “Imbewu yakho ndiya kuyinika eli lizwe,+ ukususela kumlambo waseYiputa kuse kumlambo omkhulu, umlambo umEfrate:+

  • Genesis 26:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Hlala njengomphambukeli kwilizwe elo,+ yaye ndiya kuba nawe ndize ndikusikelele, ngokuba ndiya kuwanika wena nembewu yakho onke la mazwe,+ ndisiphumeze isifungo endasifungayo kuAbraham uyihlo,+

  • Genesis 35:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ilizwe endalinika uAbraham noIsake, ndolinika wena, ndilinike imbewu yakho+ emva kwakho elo lizwe.”+

  • Eksodus 32:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Khumbula uAbraham, uIsake noSirayeli abakhonzi bakho, owazifunga ngokwakho kubo,+ wathi kubo, ‘Ndiya kuyandisa imbewu yenu njengeenkwenkwezi zasemazulwini,+ neli lizwe lonke ndilityumbileyo ndiya kulinika imbewu yenu,+ ilidle ilifa kuse kwixesha elingenammiselo.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share