Eksodus 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Akayi kuniphulaphula uFaro;+ yaye ndothi ke ngoko ndisibeke isandla sam phezu kweYiputa ndize ndiyikhuphe imikhosi yam,+ abantu bam,+ oonyana bakaSirayeli,+ ezweni laseYiputa ngezigwebo ezikhulu.+ Eksodus 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wathi uYehova kuMoses: “Vuka ekuseni uze ume phambi koFaro,+ uthi kuye, ‘Utsho uYehova uTHIXO wamaHebhere ukuthi, “Bandulule abantu bam baye kundikhonza.+
4 Akayi kuniphulaphula uFaro;+ yaye ndothi ke ngoko ndisibeke isandla sam phezu kweYiputa ndize ndiyikhuphe imikhosi yam,+ abantu bam,+ oonyana bakaSirayeli,+ ezweni laseYiputa ngezigwebo ezikhulu.+
13 Wathi uYehova kuMoses: “Vuka ekuseni uze ume phambi koFaro,+ uthi kuye, ‘Utsho uYehova uTHIXO wamaHebhere ukuthi, “Bandulule abantu bam baye kundikhonza.+