Eksodus 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko beza uMoses noAron baza bathi kuFaro:+ “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Bandulule abantu bam ukuze babhiyozele umthendeleko wam entlango.’”+
5 Emva koko beza uMoses noAron baza bathi kuFaro:+ “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Bandulule abantu bam ukuze babhiyozele umthendeleko wam entlango.’”+