Eksodus 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Akayi kuniphulaphula uFaro;+ yaye ndothi ke ngoko ndisibeke isandla sam phezu kweYiputa ndize ndiyikhuphe imikhosi yam,+ abantu bam,+ oonyana bakaSirayeli,+ ezweni laseYiputa ngezigwebo ezikhulu.+ Eksodus 12:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Kwathi ekupheleni kweminyaka engamakhulu amane anamashumi amathathu, kanye ngalo olo suku, yaphuma yonke imikhosi kaYehova ezweni laseYiputa.+ IZenzo 7:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Lo Moses, abamkhanyelayo, besithi, ‘Umiselwe ngubani na ukuba ube ngumlawuli nomgwebi?’+ yena uThixo wamthuma+ kokubini njengomlawuli nomhlanguli ngesandla sengelosi eyabonakala kuye kwityholo elinameva.
4 Akayi kuniphulaphula uFaro;+ yaye ndothi ke ngoko ndisibeke isandla sam phezu kweYiputa ndize ndiyikhuphe imikhosi yam,+ abantu bam,+ oonyana bakaSirayeli,+ ezweni laseYiputa ngezigwebo ezikhulu.+
41 Kwathi ekupheleni kweminyaka engamakhulu amane anamashumi amathathu, kanye ngalo olo suku, yaphuma yonke imikhosi kaYehova ezweni laseYiputa.+
35 Lo Moses, abamkhanyelayo, besithi, ‘Umiselwe ngubani na ukuba ube ngumlawuli nomgwebi?’+ yena uThixo wamthuma+ kokubini njengomlawuli nomhlanguli ngesandla sengelosi eyabonakala kuye kwityholo elinameva.