Eksodus 33:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Wathi ngokubhekele phaya uYehova kuMoses: “Hamba, unyuke umke apha, wena nabantu obakhuphileyo ezweni laseYiputa,+ uye kulo ilizwe endalifungela uAbraham, uIsake noYakobi, ndisithi, ‘Ndiya kulinika imbewu yakho.’+ INdumiso 77:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Abantu bakho ubakhokele njengomhlambi,+Ngesandla sikaMoses noAron.+ Mika 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba ndaninyusa kwilizwe laseYiputa,+ ndanikhulula nasendlwini yamakhoboka;+ ndathumela phambi kwenu uMoses, uAron noMiriyam.+
33 Wathi ngokubhekele phaya uYehova kuMoses: “Hamba, unyuke umke apha, wena nabantu obakhuphileyo ezweni laseYiputa,+ uye kulo ilizwe endalifungela uAbraham, uIsake noYakobi, ndisithi, ‘Ndiya kulinika imbewu yakho.’+
4 Kuba ndaninyusa kwilizwe laseYiputa,+ ndanikhulula nasendlwini yamakhoboka;+ ndathumela phambi kwenu uMoses, uAron noMiriyam.+