IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 7:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Zicelele umqondiso kuYehova uThixo wakho,+ uwenze nzulu njengeShiyol okanye uwenze uphakame njengemimandla ephezulu.”

  • Mateyu 12:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Waphendula ke wathi kubo: “Isizukulwana esingendawo nesikrexezayo+ sihlala sifuna umqondiso, kodwa akukho mqondiso siya kuwunikwa ngaphandle komqondiso kaYona umprofeti.+

  • Yohane 6:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ngoko ke sathi kuye: “Nguwuphi na umqondiso+ owenzayo, ukuze thina siwubone size sikukholelwe? Nguwuphi umsebenzi owenzayo?

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share