ABagwebi 6:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ngoko uGidiyon wathi kuTHIXO oyinyaniso: “Ukuba uza kumsindisa ngam uSirayeli, kanye njengoko ubuthembisile,+ Isaya 37:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “‘Ke kaloku nguwo lo umqondiso kuwe: Kulo nyaka kuya kudliwa ummilela,+ ngonyaka wesibini isihlabane; kodwa ngonyaka wesithathu nohlwayela imbewu, nivune, nityale izidiliya nize nidle iziqhamo zazo.+ Isaya 38:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye nanku umqondiso kuwe ovela kuYehova wokuba uYehova uya kulenza eli lizwi alithethileyo:+ Mateyu 12:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Ngoko ekuphenduleni abathile kubabhali nabaFarisi bathi: “Mfundisi, sifuna ukubona umqondiso ovela kuwe.”+
36 Ngoko uGidiyon wathi kuTHIXO oyinyaniso: “Ukuba uza kumsindisa ngam uSirayeli, kanye njengoko ubuthembisile,+
30 “‘Ke kaloku nguwo lo umqondiso kuwe: Kulo nyaka kuya kudliwa ummilela,+ ngonyaka wesibini isihlabane; kodwa ngonyaka wesithathu nohlwayela imbewu, nivune, nityale izidiliya nize nidle iziqhamo zazo.+
38 Ngoko ekuphenduleni abathile kubabhali nabaFarisi bathi: “Mfundisi, sifuna ukubona umqondiso ovela kuwe.”+