IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 9:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kuba nangoku bendingasolula isandla sam ndize ndikubethe wena nabantu bakho ngendyikitya yokufa, nitshayelwe ningabikho emhlabeni.+

  • INdumiso 78:50
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 50 Wawulungiselela umendo umsindo wakhe.+

      Akazange ayinqande imiphefumlo yabo ekufeni;

      Nobomi babo wabunikela kwindyikitya yokufa.+

  • Hezekile 14:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Kuba itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Kuya kuba njalo ke xa kuya kubakho izenzo zam ezine zokugweba ezenzakalisayo+—ikrele nendlala nerhamncwa elenzakalisayo nendyikitya yokufa+—endiya kuzithumela okunene phezu kweYerusalem ukuze ndinqumle kuyo umntu wasemhlabeni nesilwanyana sasekhaya.+

  • Amosi 4:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “‘Ndathumela phakathi kwenu indyikitya yokufa ngokohlobo lwaleyo yaseYiputa.+ Ndabulala abafana benu ngekrele,+ ndathimba namahashe enu.+ Ndamana ndisenza ukuba ukunuka kakubi kweenkampu zenu kunyukele nasemathatheni enu;+ kodwa anibuyelanga kum,’+ utsho uYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share