Eksodus 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuya kufuneka ndisolule isandla sam+ ndize ndiyixabele iYiputa ngazo zonke izenzo zam ezimangalisayo endiya kuzenza phakathi kwayo; wothi ke emva koko anindulule.+ Eksodus 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 khangela! isandla sikaYehova+ soba phezu kwemfuyo yakho+ esendle. Emahasheni, emaesileni, ezinkameleni, emhlambini weenkomo nasemhlambini wezimvu, kuya kubakho indyikitya yokufa enzima kakhulu.+
20 Kuya kufuneka ndisolule isandla sam+ ndize ndiyixabele iYiputa ngazo zonke izenzo zam ezimangalisayo endiya kuzenza phakathi kwayo; wothi ke emva koko anindulule.+
3 khangela! isandla sikaYehova+ soba phezu kwemfuyo yakho+ esendle. Emahasheni, emaesileni, ezinkameleni, emhlambini weenkomo nasemhlambini wezimvu, kuya kubakho indyikitya yokufa enzima kakhulu.+