Duteronomi 28:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 “Uya kuphuma nembewu eninzi uye entsimini, kodwa sibe sincinane isivuno,+ ngokuba siya kuqwengwa ziinkumbi.+ Yoweli 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Phambi kwaso umlilo uyaqwenga,+ nasemva kwaso idangatye liyadla.+ Ilizwe phambi kwaso linjengomyezo wase-Eden;+ kodwa emva kwaso yintlango ephanzileyo, yaye akukho nto isindileyo apho.
38 “Uya kuphuma nembewu eninzi uye entsimini, kodwa sibe sincinane isivuno,+ ngokuba siya kuqwengwa ziinkumbi.+
3 Phambi kwaso umlilo uyaqwenga,+ nasemva kwaso idangatye liyadla.+ Ilizwe phambi kwaso linjengomyezo wase-Eden;+ kodwa emva kwaso yintlango ephanzileyo, yaye akukho nto isindileyo apho.