IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 3:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kuya kufuneka ndisolule isandla sam+ ndize ndiyixabele iYiputa ngazo zonke izenzo zam ezimangalisayo endiya kuzenza phakathi kwayo; wothi ke emva koko anindulule.+

  • Eksodus 12:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Thabathani imihlambi yenu yezimvu nemihlambi yeenkomo, njengokutsho kwenu,+ nihambe. Ngapha koko, nize nam nindisikelele.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share