IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 22:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Wathi uAbraham: “UThixo uya kusilungiselela ngokwakhe imvu yomnikelo otshiswayo,+ nyana wam.” Baza bahamba bobabini.

  • Yohane 1:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ngemini elandelayo wabona uYesu esiza ngakuye, waza wathi: “Yabonani, iMvana+ kaThixo esusa isono+ sehlabathi!+

  • 1 Korinte 5:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Lisuseni igwele elidala, ukuze nibe yintlama entsha,+ kanye njengoko nikhululekile egweleni. Kuba, eneneni, uKristu+ ipasika+ yethu ubingelelwe.+

  • ISityhilelo 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ndabona phakathi kwetrone+ nezidalwa eziphilayo ezine naphakathi kwabadala+ kumi imvana+ eyayingathi ixheliwe,+ ineempondo ezisixhenxe namehlo asixhenxe, mehlo lawo athetha oomoya+ abasixhenxe bakaThixo abo baye bathunyelwa emhlabeni uphela.

  • ISityhilelo 7:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Sasidanduluka ngelizwi elikhulu, sisithi: “Usindiso silufumene kuThixo+ wethu, ohleli etroneni,+ nakuyo iMvana.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share