Levitikus 23:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngenyanga yokuqala, ngosuku lweshumi elinesine enyangeni+ leyo, phakathi kweengokuhlwa ezimbini, yoba yipasika+ kaYehova. Levitikus 23:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “‘Ngosuku lweshumi elinesihlanu enyangeni leyo yoba ngumthendeleko kaYehova wamaqebengwana angenagwele.+ Kangangeentsuku ezisixhenxe nodla amaqebengwana angenagwele.+ Hezekile 45:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “‘Ngeyokuqala inyanga, ngomhla weshumi elinesine enyangeni leyo, nifanele nibe nepasika.+ Kufanele kudliwe amaqebengwana angenagwele njengoko ingumthendeleko weentsuku ezisixhenxe.+
5 Ngenyanga yokuqala, ngosuku lweshumi elinesine enyangeni+ leyo, phakathi kweengokuhlwa ezimbini, yoba yipasika+ kaYehova.
6 “‘Ngosuku lweshumi elinesihlanu enyangeni leyo yoba ngumthendeleko kaYehova wamaqebengwana angenagwele.+ Kangangeentsuku ezisixhenxe nodla amaqebengwana angenagwele.+
21 “‘Ngeyokuqala inyanga, ngomhla weshumi elinesine enyangeni leyo, nifanele nibe nepasika.+ Kufanele kudliwe amaqebengwana angenagwele njengoko ingumthendeleko weentsuku ezisixhenxe.+