Eksodus 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Hamba ke, uwahlanganise amadoda amakhulu akwaSirayeli, uze uthi kuwo, ‘UYehova uTHIXO wookhokho benu ubonakele kum,+ uTHIXO ka-Abraham, kaIsake noYakobi, esithi: “Ngokuqinisekileyo ndiya kunikela ingqalelo+ kuni nakoko kwenziwayo kuni eYiputa. Eksodus 19:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Weza ke uMoses, wabiza amadoda amakhulu+ abantu waza wawabeka phambi kwawo onke la mazwi uYehova awamyalela ngawo.+ Numeri 11:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Wathi ke uYehova kuMoses: “Ndihlanganisele amadoda abe ngamashumi asixhenxe kumadoda amakhulu akwaSirayeli,+ owaziyo ukuba ngamadoda amakhulu abantu namagosa abo,+ uwazise ententeni yokuhlangana, eme khona nawe.
16 Hamba ke, uwahlanganise amadoda amakhulu akwaSirayeli, uze uthi kuwo, ‘UYehova uTHIXO wookhokho benu ubonakele kum,+ uTHIXO ka-Abraham, kaIsake noYakobi, esithi: “Ngokuqinisekileyo ndiya kunikela ingqalelo+ kuni nakoko kwenziwayo kuni eYiputa.
7 Weza ke uMoses, wabiza amadoda amakhulu+ abantu waza wawabeka phambi kwawo onke la mazwi uYehova awamyalela ngawo.+
16 Wathi ke uYehova kuMoses: “Ndihlanganisele amadoda abe ngamashumi asixhenxe kumadoda amakhulu akwaSirayeli,+ owaziyo ukuba ngamadoda amakhulu abantu namagosa abo,+ uwazise ententeni yokuhlangana, eme khona nawe.