IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 34:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 “Uze ungawuxheli ndawonye nento enegwele umbingelelo wam wegazi.+ Nombingelelo womthendeleko wepasika uze ungahlali kude kuse.+

  • Duteronomi 16:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Uze ubingelele ipasika kuYehova uThixo wakho,+ uthabathe emhlambini weegusha nasemhlambini weenkomo,+ kuloo ndawo uYehova aya kuyinyulela ukuba alibeke kuyo igama lakhe.+

  • 1 Korinte 5:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Lisuseni igwele elidala, ukuze nibe yintlama entsha,+ kanye njengoko nikhululekile egweleni. Kuba, eneneni, uKristu+ ipasika+ yethu ubingelelwe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share