7 Ke uYosiya wanikela koonyana babantu imihlambi, iinkunzi zeemvana namatakane aziinkunzi, zonke ukuba zibe ngamaxhoba epasika abo bonke abafunyanwayo, angamashumi amathathu amawaka, iinkomo, zingamawaka amathathu.+ Ezi zazivela empahleni kakumkani.+