Genesis 13:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko ke uAbram wathi kuLote:+ “Makungabikho ngxabano kaloku, phakathi kwam nawe naphakathi kwabalusi bam nabalusi bakho, kuba siyazalana.+ IZenzo 7:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye ngemini elandelayo wabonakala kubo njengoko babesilwa, waza walinga ukubamanyanisa kwakhona ngoxolo,+ esithi, ‘Madoda, ningabazalwana. Kutheni niphathana ngokungekho sikweni nje?’+
8 Ngoko ke uAbram wathi kuLote:+ “Makungabikho ngxabano kaloku, phakathi kwam nawe naphakathi kwabalusi bam nabalusi bakho, kuba siyazalana.+
26 Yaye ngemini elandelayo wabonakala kubo njengoko babesilwa, waza walinga ukubamanyanisa kwakhona ngoxolo,+ esithi, ‘Madoda, ningabazalwana. Kutheni niphathana ngokungekho sikweni nje?’+