Numeri 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Isihlwele esingumxube+ esasiphakathi kwabo savakalisa ulangazelelo lokuzingca,+ baza balila kwakhona oonyana bakaSirayeli bathi: “Ngubani na oya kusinika inyama sidle?+ Zekariya 8:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngezo mini ke amadoda alishumi aphuma kuzo zonke iilwimi zeentlanga+ aya kubamba,+ ewe, okunene aya kubamba isondo lendoda engumYuda,+ esithi: “Siza kuhamba nani,+ kuba sivile ukuba uThixo unani.”’”+
4 Isihlwele esingumxube+ esasiphakathi kwabo savakalisa ulangazelelo lokuzingca,+ baza balila kwakhona oonyana bakaSirayeli bathi: “Ngubani na oya kusinika inyama sidle?+
23 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngezo mini ke amadoda alishumi aphuma kuzo zonke iilwimi zeentlanga+ aya kubamba,+ ewe, okunene aya kubamba isondo lendoda engumYuda,+ esithi: “Siza kuhamba nani,+ kuba sivile ukuba uThixo unani.”’”+