Eksodus 12:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kwenyuka ke kunye nabo iqela elikhulu elingumxube,+ kwanemihlambi yezimvu nemihlambi yeenkomo, imfuyo eninzi kakhulu yezilwanyana. Levitikus 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke kaloku unyana womfazi ongumSirayeli, obengunyana wendoda engumYiputa,+ waya phakathi koonyana bakaSirayeli, wasuka lo nyana womSirayelikazi wasukuzana+ enkampini kunye nendoda engumSirayeli.
38 Kwenyuka ke kunye nabo iqela elikhulu elingumxube,+ kwanemihlambi yezimvu nemihlambi yeenkomo, imfuyo eninzi kakhulu yezilwanyana.
10 Ke kaloku unyana womfazi ongumSirayeli, obengunyana wendoda engumYiputa,+ waya phakathi koonyana bakaSirayeli, wasuka lo nyana womSirayelikazi wasukuzana+ enkampini kunye nendoda engumSirayeli.