Genesis 46:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waza wahlabela mgama wathi: “NdinguTHIXO oyinyaniso,+ uTHIXO kayihlo.+ Musa ukoyika ukuhla uye eYiputa, kuba ndiya kukwenza uhlanga olukhulu khona.+ Genesis 47:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wahlala uSirayeli ezweni laseYiputa, ezweni laseGoshen;+ bazinza kulo, baqhama baza banda kakhulu.+ IZenzo 13:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UTHIXO wesi sizwana uSirayeli wanyula ookhokho bethu, yaye wabaphakamisa abantu ebudeni bokuhlala kwabo njengabaphambukeli kwilizwe laseYiputa waza wabakhupha kulo ngengalo ephakamileyo.+
3 Waza wahlabela mgama wathi: “NdinguTHIXO oyinyaniso,+ uTHIXO kayihlo.+ Musa ukoyika ukuhla uye eYiputa, kuba ndiya kukwenza uhlanga olukhulu khona.+
27 Wahlala uSirayeli ezweni laseYiputa, ezweni laseGoshen;+ bazinza kulo, baqhama baza banda kakhulu.+
17 UTHIXO wesi sizwana uSirayeli wanyula ookhokho bethu, yaye wabaphakamisa abantu ebudeni bokuhlala kwabo njengabaphambukeli kwilizwe laseYiputa waza wabakhupha kulo ngengalo ephakamileyo.+