Eksodus 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bathi ke baqhama oonyana bakaSirayeli, baqalisa ukunyakazela; yaye banda baza baba namandla ngomlinganiselo omkhulu ngokungaqhelekanga, kangangokuba lazala ilizwe ngabo.+ Duteronomi 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Behla beyimiphefumlo engamashumi asixhenxe ookhokho bakho ukuya eYiputa,+ ke ngoku uYehova uThixo wenu unenze nangangeenkwenkwezi zasemazulwini ukuba baninzi kwenu.+ INdumiso 105:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wabenza baqhama kakhulu abantu bakhe,+Wabenza banamandla ngakumbi kuneentshaba zabo.+ IZenzo 7:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Kanye njengoko lalisondela ixesha lokuzaliseka kwesithembiso uThixo awayesivakalise ekuhleni kuAbraham, abantu bakhula baza banda eYiputa,+
7 Bathi ke baqhama oonyana bakaSirayeli, baqalisa ukunyakazela; yaye banda baza baba namandla ngomlinganiselo omkhulu ngokungaqhelekanga, kangangokuba lazala ilizwe ngabo.+
22 Behla beyimiphefumlo engamashumi asixhenxe ookhokho bakho ukuya eYiputa,+ ke ngoku uYehova uThixo wenu unenze nangangeenkwenkwezi zasemazulwini ukuba baninzi kwenu.+
17 “Kanye njengoko lalisondela ixesha lokuzaliseka kwesithembiso uThixo awayesivakalise ekuhleni kuAbraham, abantu bakhula baza banda eYiputa,+