Levitikus 24:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “‘Masibe sinye isigwebo senu. Esomphambukeli masifane nesalowo uyinzalelwane,+ ngokuba ndinguYehova uThixo wenu.’”+ Numeri 15:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Umthetho woba mnye nesigwebo sibe sinye kuni nakumphambukeli ophambukele kuni.’”+ Galati 3:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Akukho mYuda namGrike,+ akukho khoboka nokhululekileyo,+ akukho ndoda nabhinqa;+ kuba nonke ningumntu omnye ngokumanyene noKristu Yesu.+ Kolose 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 apho kungekho mGrike namYuda, kwaluka nakungaluki, kungekho wasemzini, namSkitiya, nakhoboka, nokhululekileyo,+ kodwa uKristu uzizinto zonke yaye ukubo bonke.+
22 “‘Masibe sinye isigwebo senu. Esomphambukeli masifane nesalowo uyinzalelwane,+ ngokuba ndinguYehova uThixo wenu.’”+
28 Akukho mYuda namGrike,+ akukho khoboka nokhululekileyo,+ akukho ndoda nabhinqa;+ kuba nonke ningumntu omnye ngokumanyene noKristu Yesu.+
11 apho kungekho mGrike namYuda, kwaluka nakungaluki, kungekho wasemzini, namSkitiya, nakhoboka, nokhululekileyo,+ kodwa uKristu uzizinto zonke yaye ukubo bonke.+