IZenzo 2:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ‘“Yaye ngemihla yokugqibela,” utsho uThixo, “ndiya kuthululela inxalenye yomoya wam+ phezu kwalo lonke uhlobo lwenyama, ibe baya kuprofeta oonyana benu neentombi zenu kwaye abafana benu baya kubona imibono namadoda enu amadala aya kuphupha amaphupha;+ 1 Petros 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngokukwanjalo,+ nina madoda, qhubekani nihlala nabo ngokokwazi,+ nibanika imbeko+ njengesitya esibuthathaka ngakumbi, esobukhomokazi, ekubeni nikwaziindlalifa+ kunye nabo zobabalo lobomi, ukuze imithandazo yenu ingathinteleki.+
17 ‘“Yaye ngemihla yokugqibela,” utsho uThixo, “ndiya kuthululela inxalenye yomoya wam+ phezu kwalo lonke uhlobo lwenyama, ibe baya kuprofeta oonyana benu neentombi zenu kwaye abafana benu baya kubona imibono namadoda enu amadala aya kuphupha amaphupha;+
7 Ngokukwanjalo,+ nina madoda, qhubekani nihlala nabo ngokokwazi,+ nibanika imbeko+ njengesitya esibuthathaka ngakumbi, esobukhomokazi, ekubeni nikwaziindlalifa+ kunye nabo zobabalo lobomi, ukuze imithandazo yenu ingathinteleki.+