IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 12:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Bubusuku obo bokugcinelwa uYehova ngenxa yokubakhupha kwakhe ezweni laseYiputa. Bamele babugcinele uYehova obu busuku bonke oonyana bakaSirayeli ezizukulwaneni zabo.+

  • Duteronomi 16:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Uze ungadli nto inegwele kunye nayo kangangeentsuku ezisixhenxe.+ Ufanele uyidle kunye namaqebengwana angenagwele, isonka senkxwaleko, ngokuba waphuma ngokungxama ezweni laseYiputa,+ ukuze uwukhumbule umhla wokuphuma kwakho ezweni laseYiputa yonke imihla yobomi bakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share